Ujeremiya 31:28 Ibhayibhile (XHO96)

Kanye njengoko ndingaphazamanga ukubancothula nokubadiliza nokubabhuqa nokubatshabalalisa nokubahlisela ishwangusha, ewe, ndiya kwenjenjalo ukwakha nokutyala.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ujeremiya 31

Ujeremiya 31:21-36