Ujeremiya 30:21 Ibhayibhile (XHO96)

Inkokheli yabo yovela kwakubo,umlawuli aphume phakathi kwabo.Uya kuvela ngokubizwa ndim,asondele kufuphi nam,kungekho bani nje ungade asondele kum ndingambizanga.’Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ujeremiya 30

Ujeremiya 30:13-24