Ewe, kuvakala ilizwi lihlokoma ezincotsheni zeenduli;sisililo nezitarhuziso zoonyana bakaSirayeli,kuba bâzenza gwenxa iindlela zabo,bamlibala uNdikhoyo uThixo wabo.