Ujeremiya 29:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wayibhala emva kokuba ukumkani uJekoniya nonina, namaphakathi, kunye neziphathamandla zakwaJuda naseJerusalem, namagcisa nabasebenzi bentsimbi bakhona, basiwa ekuthinjweni.

Ujeremiya 29

Ujeremiya 29:1-9