Ujeremiya 27:7 Ibhayibhile (XHO96)

Zonke izizwe ziza kuba phantsi kwakhe, nonyana wakhe, nomzukulwana wakhe, lide lifike ixesha lokuwa kwelo lizwe lakhe. Emva koko ke kuya kufika izizwe ngezizwe, zinookumkani bazo abanamagama, zimoyise.

Ujeremiya 27

Ujeremiya 27:1-17