Ujeremiya 27:5 Ibhayibhile (XHO96)

‘Lenziwe ndim ngamandla am amakhulu nengalo yam eyomeleleyo ihlabathi, nabantu abakulo, nezilwanyana ezikulo; ndaye ndilinika nabani na endifuna ukumnika lona.

Ujeremiya 27

Ujeremiya 27:1-13