Ujeremiya 26:23 Ibhayibhile (XHO96)

Babuye naye eJiputa, bamsa kukumkani Joyakim, owathi u-Uriya makaxatyelwe ngekrele, umzimba wakhe uye kulahlwa apho kungcwatyelwa khona abantu abaphantsi.)

Ujeremiya 26

Ujeremiya 26:21-24