Ujeremiya 24:8 Ibhayibhile (XHO96)

“Kodwa yena ukumkani wakwaJuda uZedekiya neziphathamandla zakhe, namasalela eJerusalem, nokuba alapha okanye aseJiputa, bona ndibafanisa nala makhiwane mabi, angenako nokutyiwa oku.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ujeremiya 24

Ujeremiya 24:2-10