Ujeremiya 23:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke nguwo lo umlomo kaNdikhoyo: “Niyabona, kuza imihla apho abantu bangayi kubuya bathi xa befunga: ‘Ekho nje uNdikhoyo owakhulula amaSirayeli eJiputa.’

Ujeremiya 23

Ujeremiya 23:2-13