Ujeremiya 23:4 Ibhayibhile (XHO96)

Abantu bam ndiza kubanika abelusi abaza kubalondoloza. Abayi kube babe naxhala nalunxunguphalo, kungayi kube sabakho bani ulahlekayo kwakhona.” Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.

Ujeremiya 23

Ujeremiya 23:1-12