Ikhona na indawo efihlakeleyo apho umntu angazimela khona ukuze ndingamboni?”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.“Asindim na lowo ukho ngokupheleleyo ezulwini nasemhlabeni?”Lowo ngumlomo kaNdikhoyo.