Ujeremiya 22:24 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho umlomo *kaNdikhoyo ukuthi: “Ndiyafunga, ndithi kuwe, Koniya, nyana kakumkani Joyakim wakwaJuda, nokokuba ubungumsesane endiwunxibe emnweni wesandla sam sokunene, bendiya kukukhulula,

Ujeremiya 22

Ujeremiya 22:22-25