Ujeremiya 22:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakulumkisa usemi kakuhle,kodwa wena wathi: ‘Ngunotshe!Soze ndikuphulaphule!’Yinto oqhel' ukuyenza leyo kwasebutsheni bakho;akuzange wavuma ukulithobela izwi lam.

Ujeremiya 22

Ujeremiya 22:20-30