Ujeremiya 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndanisa kumhlaba wendyebo,ukuze nixhamle iziqhamo nentlutha yawo.Koko nina nithe nakufika nawuxabhela umhlaba wam,nalitsho lanezothe ilifa endininike lona.

Ujeremiya 2

Ujeremiya 2:1-8