Ujeremiya 19:13 Ibhayibhile (XHO96)

Izindlu zaseJerusalem kunye nezookumkani bakwaJuda ziza kuxajelwa zifane neTofeti. Nditsho zonke izindlu ekwakutshiswa phezu kwazo isiqhumiso soothixo abaziinkwenkwezi, kunikelwa nangeminikelo ethululwayo koothixo basemzini.’ ”

Ujeremiya 19

Ujeremiya 19:5-15