Ujeremiya 18:1-2 Ibhayibhile (XHO96)

1. Lavakala kuJeremiya ilizwi *likaNdikhoyo lisithi:

2. “Phakama uye emzini wombumbi; apho ndokwazisa udaba lwam.”

Ujeremiya 18