Ujeremiya 17:24 Ibhayibhile (XHO96)

“ ‘Kambe ke nguwo lo umlomo kaNdikhoyo: “Ndiphulaphuleni ningangenisi mthwalo ngamasango esi sixeko ngoMhla wokuPhumla, koko niwuhlonele, ningenzi msebenzi ngawo konke.

Ujeremiya 17

Ujeremiya 17:21-26