Ujeremiya 17:19 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wathi kum: “Hamba uye kuma ngakwiSango laBantu apho ookumkani bakwaJuda baphuma bengena khona esixekweni. Uze udlulele nakuwo onke amanye amasango aseJerusalem.

Ujeremiya 17

Ujeremiya 17:10-27