Ujeremiya 15:18 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaba kutheni ke ndisahlupheka nje? Zingasapholi nje ezi zivubeko zam, yintoni zingeva kunyangwa nje? Kutheni ngathi ufuna ukungathembeki nje, ngathi ngumfula ongahlali unamanzi?”

Ujeremiya 15

Ujeremiya 15:11-21