Ujeremiya 13:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaya ke, ndafika ndayivumbulula apho ndandiyifake khona. Ndafika sele yonakele, kungasenakwenziwa nto ngayo.

Ujeremiya 13

Ujeremiya 13:2-15