Ujeremiya 13:23 Ibhayibhile (XHO96)

Angalijika na ibala lolusu lwakhe umKushe?Yona ingwe ingawajika amabala ayo?Nani eniqhele imikhwa emibi aninakujika nenze okulungileyo.

Ujeremiya 13

Ujeremiya 13:17-24