Ujeremiya 11:22 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uNdikhoyo uthi: “Niyabona, ndiza kuqubisana nabo. Amadodana abo aza kufa ngekrele, oonyana neentombi zabo bona bafe yindlala.

Ujeremiya 11

Ujeremiya 11:18-23