Athi ke mna, ukwenzakala kwam!Amanxeba am akanakuphila.Ke mna bendisithi:“Sisifo sam esi; mandisinyamezele.”