Ujeremiya 10:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa nguNdikhoyo onguThixo ngenene;yena unguThixo ophilayo,uKumkani oya kuhlala ehleli.Akuqumba yena umhlaba uyankwantya;izizwe azinakumelana nengqumbo yakhe.(

Ujeremiya 10

Ujeremiya 10:6-11