Ujeremiya 1:5 Ibhayibhile (XHO96)

“Ndakwazi ndingekakubumbi esizalweni sonyoko;ndazahlulela wena ungekazalwa,ndakwalatha ukuba ube ngumshumayeli kwiintlanga.”

Ujeremiya 1

Ujeremiya 1:1-12