Uisaya 9:17 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke akasabakhathalele nabafana,akayi kuthi thiki nangabahlolokazi neenkedama,kuba bonke zintw' ezingento, bakhohlakele,imilomo yabo iphuphum' ububi.Naxa kunjalo uNdikhoyo usafuthekile;nanko elekuza ngaloo ngalo yakhe!

Uisaya 9

Uisaya 9:11-18