Uisaya 8:14 Ibhayibhile (XHO96)

Yena uya kuba ngumqolomba wakho. Kambe ke kuzo zombini izindlu zikaSirayeli uya kuba lilitye elibakhubekisayo, ulwalwa olutyibilikisayo, nakwiJerusalem ngokwayo abe ngumgibe obambisayo.

Uisaya 8

Uisaya 8:12-20