Uisaya 7:20 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngelo thuba ke uNdikhoyo uya kuqesha umchebi waphesheya komlambo iEfrati ukumkani waseAsiriya! Yena ke uya kunigugula zonke iinwele neendevu noboya.

Uisaya 7

Uisaya 7:14-25