Uisaya 63:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ndaba ngathalaza, akwabikho undisizayo;ndamangaliseka kwakungabikho uxhasayo.Ngoko ke ndazizuzela uloyiso ngokwam;ewe, ndaxhaswa yingqumbo yam.

Uisaya 63

Uisaya 63:1-9