Uisaya 62:4 Ibhayibhile (XHO96)

Akusayi kuthiwa ungumshiywa,umhlaba wakho kuthiwe yinkangala.Kaloku kuya kuthiwa unguKholisile,umhlaba wakho kuthiwe nguManyiwe.Kaloku uNdikhoyo wanelisekile nguwe;wozimanya neli lizwe ngokomyeni.

Uisaya 62

Uisaya 62:1-12