Uisaya 59:3 Ibhayibhile (XHO96)

Izandla zenu zidyojwe ligazi,neminwe yenu inkone kukona.Ngemilomo yenu niyaxoka,kananjalo nithulula inkohlakalo.

Uisaya 59

Uisaya 59:1-13