Uisaya 57:1 Ibhayibhile (XHO96)

Amalungisa ayafa,kungabikho mntu ukhathalayo;abantu benene bayahamba,kungabikho bani uqondayo –bona bayafa ngenxa yobubi.

Uisaya 57

Uisaya 57:1-8