Uisaya 54:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ndakufulathela ndinengqumbo okomzuzwana nje;ngoku ke ndikuthanda ngothando olungenabuyambo;ewe, ndiyavakalelwa ngenxa yakho.”Utsho ke uNdikhoyo uMkhululi wakho.

Uisaya 54

Uisaya 54:7-12