Kaloku nguMenzi wakho indoda yakho;igama lakhe ke nguNdikhoyo uSomandla.NguYedwa kaSirayeli uMkhululi wakho;kuthiwa nguThixo wehlabathi jikelele.