Uisaya 54:12 Ibhayibhile (XHO96)

Iinqaba zakho ndozakha ngeerubhi,amasango ndiwakhe ngamatye abengezelayo,iindonga ndizijikeleze ngamatye anqabileyo.

Uisaya 54

Uisaya 54:4-17