Uisaya 51:20 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakho zizigede eziyobayo;bathe tywaa ezitalatweni phaya.Sebefana nenxala emgibeni.Batyakatywa yingqumbo kaNdikhoyo;umsindo woThixo wakho uphezu kwabo.

Uisaya 51

Uisaya 51:15-22