Kunyembelekile ke kuni,kuba nithatha imizi ninemizi.Nongeza amasimi, ninawo amasimi,nifunzel' ukugqiba konke tu,ibe nini nodwa abemi kweli lizwe.