Uisaya 5:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kulusizi kwabathi ububi kokuhle,nakwabo bathi okuhle bububi;nditsho abathi ubumnyama kukukhanya,bajike bathi ukukhanya bubumnyama.Bona ekrakrayo bathi imnandi,ukanti emnandi bathi iyakrakra.

Uisaya 5

Uisaya 5:18-27