Uisaya 49:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe yena uNdikhoyo uthi:“Yiloo nto kanye eza kwenzeka:amaxhoba othathwa kumajoni,abathinjwa bakhululwe kubathimbi.Baxabene nam abo balwa nawe;usapho lwakho lona ndiluhlangule.

Uisaya 49

Uisaya 49:16-26