Uisaya 49:10 Ibhayibhile (XHO96)

Abayi kubuya balambe banxanwe;ilanga lentlango aliyi kubenzakalisa.Baya kwaluswa ngulowo unovelwano,abakhokelele kwimithombo empompozayo.

Uisaya 49

Uisaya 49:1-20