Uisaya 47:1 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo uthi:“Yihla esihlalweni, ntombindini Bhabheli;ewe, yiza nawe ukhe ugqush' eluthulini.Wena wakhe wayinzwakazi yentombi;oko kuguda nokuthamba ngoku kumkile.

Uisaya 47

Uisaya 47:1-3