Uisaya 45:1 Ibhayibhile (XHO96)

Wenjenje *uNdikhoyo ukuthethanomthanjiswa wakhe uKoreshi,Kwiincwadi zesiNgesi kuthiwa nguSirasiamthe jize ngegunya namandla oloyiso jikelele,khon' ukuze avuthulule ookumkani,avulelwe zonke iingcango,angathintelwa ngamasango esixeko:

Uisaya 45

Uisaya 45:1-2