Uisaya 44:11 Ibhayibhile (XHO96)

Wonke umntu owenza loo nto uhlazekile. Andithi na kaloku le mifanekiso iqingqwa ngabantu? Mabeze enkundleni kaloku, uya kubona bosuka barhwaqele – abakho lihlazo.

Uisaya 44

Uisaya 44:4-20