Uisaya 43:9 Ibhayibhile (XHO96)

Zibizeni zonke izizwe;mazihlanganisane iintlanga.*Koothixo bazo nguwuphi owayixelayo le nto yenzekayo namhlanje,wasazisa nangezinto ezenzeke mandulo?Ewe, mazize nawazo amangqina,khon' ukuze abevayo bathi: “Axel' inyaniso.”

Uisaya 43

Uisaya 43:1-14