Uisaya 42:6 Ibhayibhile (XHO96)

“Mna Ndikhoyo ndikubizile;ewe, ndingothembekileyo.Kaloku ndosoloko ndinawe,ndikulondoloze,ndikwenze umnqophiso nabantu bam,ube kukukhanya ezizweni.

Uisaya 42

Uisaya 42:1-12