Uisaya 41:25 Ibhayibhile (XHO96)

“Ke mna ndixhokonxe umfo wasentla; uyeza –ondihloniphayo nanko evela empumalanga.Iziphathamandla uzixovula ngathi ludongwe,ngathi ngumbumbi exonxa udongwe.

Uisaya 41

Uisaya 41:24-29