Uisaya 40:26 Ibhayibhile (XHO96)

Khawujonge phezulu esibhakabhakeni;zidalwe ngubani ezi zinto?Lo uzikhokela njengomkhosi iinkwenkweziyena uyalazi nenani lazo.Uzibiza ngamagama zonke ngazinye;ewe, akanganganto amandla akhe,ngoko akunakulahleka nob' ibe nye.

Uisaya 40

Uisaya 40:25-31