Uisaya 40:24 Ibhayibhile (XHO96)

Zithi zingekatyalwa nokutyalwa,ewe, zingekamili nokumila oku,suka azibhudle ngomoya zibune,isaqhwithi simke nazo njengomququ.

Uisaya 40

Uisaya 40:19-25