Uisaya 37:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ngoku, Ndikhoyo Thixo wethu, khawusihlangule kulo mfo, khon' ukuze zonke izikumkani zehlabathi ziqonde ukuba nguwe wedwa uNdikhoyo.”

Uisaya 37

Uisaya 37:13-23