Zona iintambo zenqanawa ziyeke-yeke;azisenako ukuyibamba intsika yayo,zingenako ukuyiqinisa neseyile.Boxhaphaz' amaxhoba bazanelise;kuya kuhlomla nesiqhwala esi sembala.